Skip to main content

ETHNOS_APP

Home • Search • Journals • List 0

Igama neendidi zentsingiselo eziqulathwe lilo

Bibliographic Data

ID21491059
AuthorsNeliswa Nkosiyane (0009-0004-6624-1437, Walter Sisulu University, corresponding author), Zoliswa Made (0000-0001-5880-8254, Nelson Mandela University)
Year2024
Volume44
Issue3
Pages231-242
Publication date2024-09-01
Open AccessYes
TypeARTICLE
VenueSouth African Journal of African Languages (JOURNAL)
Journal identifiersISSN: 0257-2117 • E-ISSN: 2305-1159
PublisherInforma UK Limited (PUBLISHER • GB)
DOI10.1080/02572117.2024.2385263
OpenAlexW4404084131
LanguageEN
References cited5

Lo ngumsebenzi onjongo zawo ikukubonisa ukuba igama eli naliphi na alinayo intsingiselo eyeyalo nezimeleyo, onokuthi eli gama lithetha ‘ukuthi.’ Lilonke kuphawuleka ukuba igama yileyibheli nje yokubiza loo nto ngelo xesha. Lo mcamango ke ukrobisa kuluvo lokuba igama lithi ukuze kuthiwe intsingiselo yalo ‘ithi,’ intsingiselo leyo ibe iphuhliswe yimeko elisetyenziswe phantsi kwayo. Oku kuthetha ukuba ngelinye ixesha igama elinye linganenye intsingiselo xa lisetyenziswe kwenye imeko. Kwakhona olu phando luya kuhluba ukuba imeko iduliswa yindawo, ixesha nonobangela wokusetyenziswa kwegama elo. Uhlalutyo lwentsingiselo yamagama esiXhosa luya kwenziwa ngokuthi kuqanyelwe ngeethiyori ezintathu ezizezi, ingcamango yemeko (context theory), umxholo wemeko ekukuyo (context of situation) kunye nengcamango engokubhekiselele kulwalamano phakathi kwegama naloo nto kubhekiswa kuyo (referential theory of meaning). Ezi thiyori ziya kuphuhlisa intsingiselo efumaneka kwizigaba zentetho ezifana nezithethantonye, oontsingiselombaxa, izichasi kunye noontsingiseloninzi. Olu hlobo lophando lusingise ekuphandeni nasekugocagoceni intlalo yabantu. Olu phando luza kusebenzisa intyilazwi yophando yobunjani (qualitative approach). Le ndlela yophando ikhethwe kuba iyindlela esetyenziswa ukufumana ulwazi ngaphandle kokusebenzisa amanani. Luhlobo lophando olufuna ukuba umntu asebenzise ingqondo kuba luya kusoloko lusebenzisa imibuzo efuna ukwazi ukuba yintoni, bekutheni, phi, kanjani

Political science · Sociology · History · Phonetics and Phonology Research

  • Semantics

    Open Access•John Lyons, John S Lyons•Semantics•1977

Highly citedNo

Tools

Open DOIOpen Access
Ethnos_APP • Open Source Project • MIT License • Frontend v2.0.0 • Privacy and Cookies • API Documentation: api.ethnos.app/docs • API Source Code: GitHub • DOI: 10.5281/zenodo.17049435 • Frontend Source Code: GitHub • DOI: 10.5281/zenodo.17050053 • cruz.rio.br • Expectantes Misericordiae