Skip to main content

ETHNOS_APP

Home • Search • Journals • List 0

Izifanekisozwi njengesikrweqe esibalulekileyo kuncwadi lwabantwana oluguqulelwe lwasiwa esiXhoseni

Bibliographic Data

ID21490944
AuthorsYolisa Madolo (0000-0003-1390-8192, Walter Sisulu University, corresponding author)
Year2021
Volume41
Issue3
Pages270-277
Publication date2021-09-02
Peer ReviewedYes
Open AccessNo
TypeARTICLE
VenueSouth African Journal of African Languages (JOURNAL)
Journal identifiersISSN: 0257-2117 • E-ISSN: 2305-1159
PublisherInforma UK Limited (PUBLISHER • GB)
DOI10.1080/02572117.2021.2010919
OpenAlexW4200356211
LanguageEN
References cited15

Isifanekisozwi sisigaba sentetho esidume ngokuwuzoba ucace gca umfanekisongqondweni waloo nto kubhekiswa kuyo. Songa intetho sikwayinonga kananjalo. Sithi zifaneleke ncam kuncwadi lwabantwana, nanjengoko ludinga ukuba umbhali, osenokuba ngumguqulelimbhali, angapheleli nje ekuyicaciseni loo nto athetha ngayo, koko ayizobe ngendlela yokuba umntwana akwazi ukusebenzisa izivo ezihlanu ezingundoqo ukuze ayiqonde ngcono. Umlesi kufuneka ayinukise, ayive, ayingcamle, ayiphathe ekwayibona ncam ngeliso lengqondo loo nto izotywayo. Isifanekisozwi sisixhobo esiphambili ekufezekiseni oku. Xa sele luguqulelwa lusiwa esiXhoseni olu ncwadi lwabantwana, izifanekisozwi zithi zisebenze njengenye yeendlela zokuguqulela. Iingcali zoncwadi lwabantwana ziyakungqina ukubaluleka kwezifanekisozwi kuncwadi lwabantwana. Yaye iithiyori ezikhankasela uguqulelo oluza nentetho esulungeke ngathi yeyoqobo kulwimi ekusiwa kulo ziyayikhuthaza into yokuba umguqulelimbhali azisebenzise kangangoko izixhobo eziya kuthi ziphumeze le njongo yezi thiyori. Ithiyori yeSikoposi yenye yezo thiyori. Eli nqaku lijonge ukuphuhlisa ukubaluleka kwezifanekisozwi ekugqamiseni ubuncwane boncwadi lwabantwana oluguqulelwe lwasiwa esiXhoseni. Iincwadi zabantwana eziguqulelwe zisuswa esiNgesini zisisiwa esiXhoseni, ezileselwe ukulungiselela eli nqaku, zibonakalise ukuba izifanekisozwi azipheleli nje ekugqamiseni umfanekiso ozotywa ngumbhali ongumguqulelimbhali, koko zikwacutha nenani lamagama asetyenziswa ekudluliseni umyalezo othile. Izifanekisozwi zikhulisa nesigama ebantwaneni. Ziphinde ziyenze intetho eguqulelweyo ifaneleke ncam njengentetho esulungekileyo kulwimi lwesiXhosa, nanjengoko zisetyenziswa kakhulu nakuncwadi gabalala

Bioinformatics · Biology · Loo · Humor Studies and Applications · Turkish Literature and Culture

  • In Other Words

    Mona Baker•In Other Words•2018

  • Introducing Translation Studies

    Jeremy Munday•Introducing Translation Studies•2016

  • African language publishing for children in South Africa

    Viv Edwards, Jacob Marriote Ngwaru•International Journal of…•2011

  • Tradução de literatura infanto-juvenil

    Open Access•Marcílio Garcia De Queiroga, Lincoln Paulo Fernandes•Cadernos de Tradução•2015

  • Children's oral poetry

    Cynthia Danisile Ntuli•Muziki•2013

  • African language books for children

    Viv Edwards, Jacob Marriote Ngwaru•Language Culture and Curriculum•2011

  • Mqhayi's chapter and verse

    Open Access•Antjie Krog, Sindiwe Magona•Tydskrif vir letterkunde•2017

  • Oral literature in Africa

    Open Access•Ruth Finnegan•Oral literature in Africa•1970

  • Advances in the Cross-Linguistic Study of Ideophones

    Open Access•Mark Dingemanse•Language and Linguistics Compass•2012

  • Ideophones in Japhug (Rgyalrong)

    Guillaume Jacques•Anthropological linguistics•2013

Citation velocityhistorical
Highly citedNo

Tools

Open DOI
Ethnos_APP • Open Source Project • MIT License • Frontend v2.0.0 • Privacy and Cookies • API Documentation: api.ethnos.app/docs • API Source Code: GitHub • DOI: 10.5281/zenodo.17049435 • Frontend Source Code: GitHub • DOI: 10.5281/zenodo.17050053 • cruz.rio.br • Expectantes Misericordiae